Sonwabile's obituary
U-Sonwabile Phikani wazalwa ngomhla we 10 August ngonyaka ka 2005, ezalelwa eKapa. Uzalwa yintombi yase.... uNonyameko Phikani nomfo wo.... uLuvuyo. Amabanga aphantsi uwenze eSiyazama Primary School, waze wadlulela eSilikamva High School.
Ushiya ngasemva umakhulu kunye noodade bakhe ababini, uSinesipho kunye noAmkhitha.
Lala ngoXolo Krila, Thangani, sohlala sikukhumbula. Ugqatso lwakho ulufezile emhlabeni.
Want to stay updated?
Get notified when new photos, stories and other important updates are shared.
Send flowers
Share your sympathy. Send flowers from a local florist to Sonwabile's family or funeral.